Umsebenzi Wabathunywa 27:20 XHO96

20 Yaba ziintsuku ezininzi singenakulibona ilanga neenkwenkwezi, yaye uqhwithela lona lusitsho ukuvuthuza. Ekugqibeleni sancama ukuba singásinda.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 27

imbono Umsebenzi Wabathunywa 27:20 kwimeko