7 Sahamba iintsuku icotha inqanawa, sada emva kokuhamba nzima kakhulu, saya kufika ngakwidolophu iKinido. Umoya awusivumelanga ukuba sihambe ngqo ngaloo ndlela, saza ke sehla ngecala elingenamoya elikumzantsi weKrete, saya kudlula ngaseSalimone.
funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 27
imbono Umsebenzi Wabathunywa 27:7 kwimeko