13 Ukusuka apho sahamba saya kufika edolophini yaseRegiyo. Ngengomso kwabhudla umoya wangasezantsi, saza emva kweentsuku ezimbini saya kufika kwidolophu yasePutoli.
funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 28
imbono Umsebenzi Wabathunywa 28:13 kwimeko