Umsebenzi Wabathunywa 28:15 XHO96

15 Amakholwa aseRoma eva ukuba siyeza, aza amanye asihlangabeza eApiyaforo, amanye ke adibana nathi eTritabherne. Akuwabona uPawulos, wambulela uThixo, waza wakhuthazeka.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 28

imbono Umsebenzi Wabathunywa 28:15 kwimeko