Umsebenzi Wabathunywa 28:23 XHO96

23 Bavumelana ngosuku noPawulos, kwaza ngaloo mini bafika bebaninzi apho wayehlala khona uPawulos. Waqala kwakusasa kwada kwahlwa ecacisa, ebachazela ngokuthwasa kolawulo lukaThixo. Wazama ukuboyisela kuYesu ngokucaphula *kumthetho kaMosis nakwiincwadi *zabashumayeli bamandulo.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 28

imbono Umsebenzi Wabathunywa 28:23 kwimeko