6 Uthe uPetros: “Imali andinayo, kodwa ndiza kukunika into endinayo – egameni likaYesu Krestu waseNazarete, ndithi kuwe: ‘Phakama, uhambe.’ ”
funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 3
imbono Umsebenzi Wabathunywa 3:6 kwimeko