Umsebenzi Wabathunywa 4:16 XHO96

16 Babuzana besithi: “Singawathini la madoda? Wonke ubani apha eJerusalem uyazi ukuba lo mqondiso ungaqhelekanga wenziwe ngawo, sibe ke thina singenako ukuyiphika le nto.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 4

imbono Umsebenzi Wabathunywa 4:16 kwimeko