Umsebenzi Wabathunywa 4:21 XHO96

21 IBhunga labatyityimbisela umnwe, laza labakhulula. Alibanga nakroba lakubohlwaya, ngenxa yokoyika abantu, kuba babedumisa uThixo ngesi senzo.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 4

imbono Umsebenzi Wabathunywa 4:21 kwimeko