Umsebenzi Wabathunywa 5:21 XHO96

21 Bevile ke abathunywa, bathi kwasekuseni bangena endlwini kaThixo, bafundisa.Umbingeleli omkhulu nabalingane bakhe nabo bonke abadala bamaJuda, babiza intlanganiso epheleleyo *yeBhunga, baza bathumela entolongweni ukuba abathunywa beziswe phambi kwabo.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 5

imbono Umsebenzi Wabathunywa 5:21 kwimeko