Umsebenzi Wabathunywa 5:9 XHO96

9 Wayibuza wathi uPetros: “Kungani ukuba wena nendoda yakho nidibane ngokuvavanya uMoya weNkosi? Uyabona ke, abafana abavela kungcwaba indoda yakho nâbo emnyango, nawe lo baza kukuthatha bemke nawe.”

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 5

imbono Umsebenzi Wabathunywa 5:9 kwimeko