Umsebenzi Wabathunywa 6:2 XHO96

2 *Abathunywa abalishumi elinambini balihlanganisa ibandla lilonke, bathi kulo: “Asinto intle kuthi ukuba sikuyekelele ukushumayela ilizwi likaThixo ngenxa yokuzixakekisa ngomsebenzi wokwabela abasweleyo.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 6

imbono Umsebenzi Wabathunywa 6:2 kwimeko