Umsebenzi Wabathunywa 7:45 XHO96

45 Emva koko ookhokho bethu abasamkelayo isibingelelo kooyise, bahamba naso, kwada kwaza kuthi gaa ngexesha likaYoshuwa, xeshikweni bawuthathayo umhlaba wezizwe abazigxothelwa nguThixo. Sahlala ke isibingelelo eso kwada kwayimihla kaDavide.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 7

imbono Umsebenzi Wabathunywa 7:45 kwimeko