Umsebenzi Wabathunywa 7:5 XHO96

5 Ngelo xesha uThixo akamnikanga nendawana le uAbraham kulo mhlaba, ukuba ayime: hayi, nditsho nomhlathana lo womhlaba! Kodwa kananjalo uThixo wamthembisa uAbraham ukuba uya kumnika loo mhlaba, awume yena nezizukulwana zakhe emva kwakhe. Ukusenza kwakhe uThixo esi sithembiso uAbraham wayengekazali mntwana.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 7

imbono Umsebenzi Wabathunywa 7:5 kwimeko