Umsebenzi Wabathunywa 7:52 XHO96

52 Nguwuphi umshumayeli abangamtshutshisanga ooyihlo? Bazibulala izigidimi zikaThixo, ezathi kwangaphambili zakuvakalisa ukuza kwalowo uliLungisa. Kungokunje nimngcatshile namgebenga.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 7

imbono Umsebenzi Wabathunywa 7:52 kwimeko