55 Kodwa uStefano yena ezele nguMoya oyiNgcwele, wakhangela ezulwini, waza wabubona ubuqaqawuli bukaThixo, noYesu emi ewongeni ngakuThixo.
funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 7
imbono Umsebenzi Wabathunywa 7:55 kwimeko