Umsebenzi Wabathunywa 9:21 XHO96

21 Bonke ababemva, babemangaliswa, bebuza besithi: “Ngaba le ndoda asiyiyo na leya yayibatshutshisa eJerusalem bonke abathetha ngeli gama? Kanene, andithi nangoku ilapha nje, izele ukuze ibambe abantu, ibase kubabingeleli abaziintloko?”

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 9

imbono Umsebenzi Wabathunywa 9:21 kwimeko