Umsebenzi Wabathunywa 9:27 XHO96

27 Wada wancedwa nguBharnabha owamthathayo, wamsa *kubathunywa, wabachazela indlela awabonana ngayo neNkosi, nento eyathethwayo yiNkosi kuye. Wababalisela nangokulishumayela kukaSawule ngesibindi igama likaYesu eDamasko.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 9

imbono Umsebenzi Wabathunywa 9:27 kwimeko