13 yaxhuzula amasebe emithi yamasundu, yamhlangabeza, yakhwaza isithi: “Camagu! Makabongwe lowo uzayo egameni leNkosi, uKumkani wakwaSirayeli!”
funda isahluko epheleleyo Uyohane 12
imbono Uyohane 12:13 kwimeko