Uyohane 16:19 XHO96

19 UYesu wayesazi okokuba bafuna ukumbuza, waza wathi kubo: “Niyabuzana na ngale nto yokuba ndithe kwakufutshane anisayi kuba sandibona, kuthi kwakufutshane emva koko niphinde nindibone?

funda isahluko epheleleyo Uyohane 16

imbono Uyohane 16:19 kwimeko