Uyohane 19:24 XHO96

24 Ke ngoko athetha-thethana esithi: “Masingasikrazuli; *masiqashise ngaso ukuba siya kuba sesikabani.” Ukwenjenje oku ayezalisekisa loo ndawo *eziBhalweni ithi:“Babelana ngeempahla zam;baqashisa ngesambatho sam.”Enza loo nto kanye amajoni.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 19

imbono Uyohane 19:24 kwimeko