Uyohane 19:25 XHO96

25 Apho ngasemnqamlezweni kaYesu kwakumi unina, nodade bonina, noMariya umka-Kleyopa, kunye noMariya waseMagadala.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 19

imbono Uyohane 19:25 kwimeko