Uyohane 2:12 XHO96

12 Emva koko uYesu, nonina, nabantakwabo, nabafundi bakhe, baya eKapernahum, bahlala khona iintsukwana.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 2

imbono Uyohane 2:12 kwimeko