Uyohane 2:11 XHO96

11 Lo mqondiso wakhe wokuqala uYesu wawenza eKana kwelaseGalili, ebonakalisa ubungangamsha bakhe; baza abafundi bakhe bakholwa kuye.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 2

imbono Uyohane 2:11 kwimeko