Uyohane 2:6 XHO96

6 Apho ke kwakukho imiphanda yelitye emithandathu eyayisetyenziswa ngamaJuda kwisiko lawo lokuhlambulula. Umphanda ngamnye wawumkhulu kangangokuba wawungena iilitha ezimalunga namashumi alithoba ukuya kwikhulu.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 2

imbono Uyohane 2:6 kwimeko