Uyohane 21:12 XHO96

12 Waza wathi kubo uYesu: “Yizani kutya.” Akubangakho namnye kubafundi ube nabuganga bakuthi: “Ungubani wena?” Kaloku babesazi ukuba yiNkosi.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 21

imbono Uyohane 21:12 kwimeko