Uyohane 21:6 XHO96

6 Waza wathi kubo: “Phosani umnatha ngasekunene kwesikhitshana. Nobambisa ke.” Bawuphosa, baza ngenxa yobuninzi beentlanzi ababi nako ukuwutsala umnatha.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 21

imbono Uyohane 21:6 kwimeko