Uyohane 6:10 XHO96

10 Waza uYesu wathi: “Bahlaliseni phantsi abantu.” Kwakukho ibala elikhulu elinengca apho, baza bahlala phantsi. Inani lamadoda lalikumawaka amahlanu.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 6

imbono Uyohane 6:10 kwimeko