Uyohane 6:11 XHO96

11 Wazithatha ke uYesu ezo zonka, wabulela kuThixo, wababela abantu ababehleli phantsi. Wenjenjalo nakwiintlanzi, baza batya banela.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 6

imbono Uyohane 6:11 kwimeko