Uyohane 8:54 XHO96

54 Waphendula uYesu wathi: “Ukuba bendiziwonga ngokwam, elo wonga ngelingento yanto; kodwa ke nguBawo ondiwongayo, lowo kanye nina nithi nguThixo wenu.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 8

imbono Uyohane 8:54 kwimeko