Uyohane 8:55 XHO96

55 Nangona nitshoyo, anizange namazi; kodwa mna ndiyamazi. Ukuba mna bendinokuthi andimazi, bendiya kuba ndilixoki njengani. Kodwa ndiyamazi, ndaye ndiyawagcina amazwi akhe.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 8

imbono Uyohane 8:55 kwimeko