1 Ingumgxeki iwayini,singumxokozeli isiselo esinxilisayo;Bonke abayotywe yiyo àbalumkile.
2 Ngumgqumo onjengowengonyama entsha umothuso wokumkani;Omqumbisayo wona umphefumlo wakhe.
3 Kuluzuko endodeni ukuhlalela kude nengxabano;Ke zona izimathane zonke ziyavungama.
4 Ebusika ivila alilimi;Liyafuna ngexa lokuvuna, kungabikho nto.