21 Ophuthuma ubulungisa nencebaWofumana ubomi nobulungisa nozuko.
22 Isilumko siyaqabela emzini wamagorha,Siyiwise inqaba ekukholoswe ngayo.
23 Ogciné umlomo wakhe nolwimi lwakheUgcina umphefumlo wakhe ezingxingongweni.
24 Umkhukhumali oligagadele, ngumgxeki igama lakhe;Ngowenza ngokukhukhumala okuphuphumayo.
25 Umnqweno wevila uyalibulala,Kuba izandla zalo azivumi kusebenza.
26 Imini yonke linqwena linqwenile,Ke lona ilungisa liyapha lingavimbi.
27 Umbingelelo wabangendawo lisikizi;Kobeka phi na ke bakuwuzisa ngenxa yamanyala!