Imizekeliso 30:4 XHO75

4 Ngubani na owenyuka waya emazulwini, waza wehla?Ngubani na ofumbethe umoya ngezandla zakhe?Ngubani na obophe amanzi engutyeni?Ngubani na omise zonke iziphelo zehlabathi?Lingubani na igama lakhe, lingubani na igama lonyana wakhe, ukuba ùyalazi?

funda isahluko epheleleyo Imizekeliso 30

imbono Imizekeliso 30:4 kwimeko