31 Lifunyênwe, lihlawula kasixhenxe,Lirhola bonke ubuncwane bendlu yalo.
32 Okrexeza umfazi ke uswele intliziyo;Owenza loo nto ngumonakalisi womphefumlo wakhe.
33 Ufumanana nobetho nocukucezo,Ungcikivo lwakhe alucimi.
34 Kuba ikhwele libubushushu bendoda,Ayiyi kuyeka ngemini yempindezelo.
35 Ayiyi kulubeka ucamagusho, nokuba luluphi na;Ayiyi kuvuma, naxa uthe wayicenga ngeento ezininzi.