32 Ke ngoko, bonyana, ndiveni;Hayi, uyolo lwabazigcinayo iindlela zam!
33 Yivani uqeqesho, nibe nobulumko,Ningaluyeki.
34 Hayi, utolo lomntu ondivayo,Elinde ezingcangweni zam iimini ngeemini,Egcine emigubasini yeminyango yam!
35 Kuba ofumana mna, ufumene ubomi;Uzuzé okukholekileyo kuYehova.
36 Ophosana nam wona owakhe umphefumlo;Bonke abandithiyayo bathanda ukufa.