15 Ukuba ameme abadlula ngendlela,Abalungelelanisa umendo wabo, esithi,
16 Ngubani na osisiyatha? Makaphambukele apha.Koswele intliziyo, uthi yena,
17 Amanzi abiweyo anencasa,Nesonka esityiwa ngasese simnandi kunene.
18 Àkazi ukuba abafileyo bakhona;Basezinzulwini zelabafileyo abamenywa bakhe.