Umsebenzi Wabathunywa 16:18 XHO96

18 Yaqhuba iintsuku ezininzi iyenza le nto, yada yamthukuthezela uPawulos, wajika wathi kuloo moya: “Ngengunya legama likaYesu Krestu ndithi: ‘Phuma kule ntombi.’ ” Aphuma kwangoko amafufunyana.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 16

imbono Umsebenzi Wabathunywa 16:18 kwimeko