Umsebenzi Wabathunywa 18:18 XHO96

18 UPawulos wahlala apho eKorinte ixesha elide, waza ke wanduluka apho ngesikhephe enoPrisila noAkwila, basinga eSiriya. Wathi xa aseKenkreya wacheba intloko yakhe, kuba wayenze isifungo.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 18

imbono Umsebenzi Wabathunywa 18:18 kwimeko