Umsebenzi Wabathunywa 18:26 XHO96

26 Wayethetha ngesibindi *endlwini yesikhungo. Bathi ke bakumva ooPrisila noAkwila, bammemela emzini wabo, bamcacisela kakuhle ngokuzeleyo iNdlela yeNkosi.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 18

imbono Umsebenzi Wabathunywa 18:26 kwimeko