Umsebenzi Wabathunywa 18:27 XHO96

27 UApolo wagqiba ukuba aye kwelaseAkaya, aza amakholwa ase-Efese amkhuthaza amphathisa neleta emazisayo kumakholwa alapho. Akufika khona waba luncedo olukhulu kwabo babethe ngesisa sikaThixo baguquka,

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 18

imbono Umsebenzi Wabathunywa 18:27 kwimeko