Umsebenzi Wabathunywa 21:34 XHO96

34 Loo ndimbane yaphendula, abanye bethetha le, abanye bethetha leya. Kwakuphithizela kangangokuba ingqwayi-ngqwayi ayizange ikuqonde ncam okwakwenzekile, yaza ke yayalela ukuba uPawulos asiwe enqabeni yamajoni.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 21

imbono Umsebenzi Wabathunywa 21:34 kwimeko