Umsebenzi Wabathunywa 21:8 XHO96

8 Kwakusa salishiya elo, saya kungena eKhesariya. Apho safikela emzini womvakalisi weendaba ezimnandi uFilipu, omnye walaa madoda asixhenxe awanyulwa eJerusalem.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 21

imbono Umsebenzi Wabathunywa 21:8 kwimeko