Umsebenzi Wabathunywa 22:12 XHO96

12 “Apho ke kwakukho indoda ethile egama linguHananiya. Yayiyindoda ewuzondeleleyo iwuthobele *umthetho, ihlonelwa kakhulu ngawo onke amaJuda aseDamasko.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 22

imbono Umsebenzi Wabathunywa 22:12 kwimeko