Umsebenzi Wabathunywa 24:27 XHO96

27 Emva kweminyaka emibini uPorkiyo Festo waba yirhuluneli endaweni kaFelekis. Ngenxa yokuba uFelekis wayefuna ukuzenza mhle kumaJuda, wamshiya entolongweni apho uPawulos.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 24

imbono Umsebenzi Wabathunywa 24:27 kwimeko