Umsebenzi Wabathunywa 26:13 XHO96

13 Endleleni apho, emini emaqanda, mhlekazi, ndabona ukukhanya okubengezela ngaphezu kokukhanya kwelanga, kuvela esibhakabhakeni, kundibengezelela ngeenxa zonke, naloo madoda ndandihamba nawo.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 26

imbono Umsebenzi Wabathunywa 26:13 kwimeko