Umsebenzi Wabathunywa 27:12 XHO96

12 Isikhululo-nqanawa eso sasingàkulungele ukuba kungáchithwa ubusika kuso, lwaye uninzi lwamadoda lufuna ukuba kungenwe elwandle, kulingwe ukuya kufika eFenike, ukuba kwakunokwenzeka. Esi sikhululo-nqanawa saseKrete, siziwa ngumoya wasemzantsi-ntshona kunye novela emntla-ntshona, kwakunokuhlalwa kuso ebusika.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 27

imbono Umsebenzi Wabathunywa 27:12 kwimeko