Umsebenzi Wabathunywa 27:13 XHO96

13 Kwavela umoyana ngasezantsi, aza amadoda acinga ukuba angalilinga iqhinga lawo. Bayitsalela enqanaweni iankile, baza ke bayiqhuba inqanawa begudle unxweme lwaseKrete.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 27

imbono Umsebenzi Wabathunywa 27:13 kwimeko