Umsebenzi Wabathunywa 3:12 XHO96

12 Akubabona abantu, uPetros wabhekisa kubo wathi: “MaSirayeli, kungani ukuba inimangalise le nto? Khona kutheni ukuba nisijonge ngathi wenziwe ngamandla ethu nangokwethu ukukholeka kuThixo ukuba ahambe lo mntu?

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 3

imbono Umsebenzi Wabathunywa 3:12 kwimeko