Umsebenzi Wabathunywa 3:13 XHO96

13 UThixo ka-Abraham, kaIsake, kaYakobi, uThixo woobawo bethu, ngesi senzo usinike iwonga isicaka sakhe uYesu. Nina namnikela namkhanyela phambi koPilato, nangona yena wayefuna ukumkhulula.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 3

imbono Umsebenzi Wabathunywa 3:13 kwimeko