Umsebenzi Wabathunywa 7:10 XHO96

10 wamweza kuzo zonke iinkxwaleko awaba kuzo. Akusiwa phambi kokumkani waseJiputa, uThixo wamenza wathandeka uJosefu, wampha nobulumko. Ukumkani wammisela uJosefu wayirhuluneli yelaseJiputa nekomkhulu lakhe.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 7

imbono Umsebenzi Wabathunywa 7:10 kwimeko